Duteronomi 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo, 2 Kronike 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+
3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo,
20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+