-
Zekariya 14:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Ngokuqinisekileyo nina niya kusabela entlanjeni yeentaba zam;+ ngenxa yokuba intlambo yeentaba iya kufikelela eAzeli. Yaye kuya kufuneka nisabe, kanye njengoko nasabayo ngenxa yenyikima yomhlaba ngemihla kaUziya ukumkani wakwaYuda.+ Ngokuqinisekileyo uYehova uThixo wam uya kuza,+ bonke abangcwele bekunye naye.+
-