Yoweli 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+
16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+