Eksodus 12:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kwathi ngayo loo mini, wabakhupha uYehova oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.+ INdumiso 105:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngoko wabakhupha abantu bakhe ngokugcoba,+Abanyuliweyo bakhe ngentswahla yovuyo.+ Mika 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+
51 Kwathi ngayo loo mini, wabakhupha uYehova oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.+
4 Kuba ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ ndanikhulula nasendlwini yamakhoboka;+ ndathumela phambi kwenu uMoses, uAron noMiriyam.+