Eksodus 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngulo Aron noMoses awathi kubo uYehova:+ “Bakhupheni oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.”+ Eksodus 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+
26 Ngulo Aron noMoses awathi kubo uYehova:+ “Bakhupheni oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngokwemikhosi yabo.”+
18 Ngoko ke uThixo wabajikelezisa abantu ngendlela yasentlango yoLwandle Olubomvu.+ Kodwa ke babexhotyiselwe idabi oonyana bakaSirayeli ekunyukeni kwabo bephuma ezweni laseYiputa.+