2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Hoseya 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza wamitha kwakhona ngelinye ixesha wazala intombi. Wathi ke Yena kuye: “Yithiye igama elinguLo-ruhama,+ ngokuba andiyi kuyenzela nceba+ kwakhona indlu kaSirayeli, ngenxa yokuba ndiya kuyisusa.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
6 Waza wamitha kwakhona ngelinye ixesha wazala intombi. Wathi ke Yena kuye: “Yithiye igama elinguLo-ruhama,+ ngokuba andiyi kuyenzela nceba+ kwakhona indlu kaSirayeli, ngenxa yokuba ndiya kuyisusa.+