Amosi 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nina balala ezingqengqelweni zeempondo zeendlovu+ nabanabileyo emandlalweni wabo, nabadla iinkunzi zeegusha emhlambini namathole eenkunzi zeenkomo phakathi kwamathole atyetyisiweyo;+
4 Nina balala ezingqengqelweni zeempondo zeendlovu+ nabanabileyo emandlalweni wabo, nabadla iinkunzi zeegusha emhlambini namathole eenkunzi zeenkomo phakathi kwamathole atyetyisiweyo;+