2 Kumkani 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye isixeko saqhekezwa,+ onke amadoda emfazwe asaba ngobusuku ngendlela yesango eliphakathi kweendonga ezimbini ezingasemyezweni kakumkani,+ ngoxa amaKhaledi+ ayekumacala onke esixeko; kwaye ukumkani waya+ ngakwicala laseArabha.+
4 Yaye isixeko saqhekezwa,+ onke amadoda emfazwe asaba ngobusuku ngendlela yesango eliphakathi kweendonga ezimbini ezingasemyezweni kakumkani,+ ngoxa amaKhaledi+ ayekumacala onke esixeko; kwaye ukumkani waya+ ngakwicala laseArabha.+