6 Ngaloo mini ndiya kuzenza iinkosana zakwaYuda zibe njengembiza yomlilo phakathi kwemithi+ nanjengesikhuni somlilo kwizithungu ezisandul’ ukusikwa,+ kwaye zimele ziziqwenge ngasekunene nangasekhohlo zonke izizwana ezizijikelezileyo;+ iYerusalem imele ibe nabemi endaweni yayo, eYerusalem.+