INdumiso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+ INdumiso 84:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+ Isaya 31:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Nengxondorha yayo iya kudlula ngenxa yokothuka okupheleleyo, nangenxa yomqondiso+ iinkosana zayo ziya kunkwantya,” utsho uYehova, okukhanya kwakhe kuseZiyon neziko+ lakhe liseYerusalem. Isaya 60:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ilanga aliyi kuba saba lukhanyiso kuwe emini, nokuqaqamba kwenyanga akusayi kuba sakukhanyisela. Yaye uYehova umele abe lukhanyiso lwakho oluhlala ngokungenammiselo,+ noThixo wakho abe bubuhle bakho.+ ISityhilelo 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+
27 UYehova kukukhanya kwam+ nosindiso lwam.+Ndiya koyika bani na?+UYehova ligwiba lobomi bam.+Ndiya kunkwantyiswa ngubani na?+
11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+Unikela ubabalo nozuko.+UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+
9 Nengxondorha yayo iya kudlula ngenxa yokothuka okupheleleyo, nangenxa yomqondiso+ iinkosana zayo ziya kunkwantya,” utsho uYehova, okukhanya kwakhe kuseZiyon neziko+ lakhe liseYerusalem.
19 Ilanga aliyi kuba saba lukhanyiso kuwe emini, nokuqaqamba kwenyanga akusayi kuba sakukhanyisela. Yaye uYehova umele abe lukhanyiso lwakho oluhlala ngokungenammiselo,+ noThixo wakho abe bubuhle bakho.+
5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+