IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Wena unguYehova wedwa;+ wena wenze amazulu,+ kwanezulu lamazulu, nawo wonke umkhosi wawo,+ umhlaba+ nako konke okuphezu kwawo,+ iilwandle+ nako konke okukuzo;+ yaye zonke uzigcine ziphila; kwaye umkhosi+ wamazulu uqubuda kuwe.

  • INdumiso 95:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Lowo lulolwakhe ulwandle, olo yena walwenzayo+

      Nozandla zakhe zawuyilayo umhlaba owomileyo.+

  • INdumiso 146:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UMenzi wezulu nomhlaba,+

      Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+

      Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+

  • IZenzo 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 besithi: “Madoda, kutheni nisenza ezi zinto nje? Nathi singabantu+ abanobulwelwe+ obufanayo njengoko ninjalo nani, yaye sivakalisa iindaba ezilungileyo kuni, ukuba nani nijike kwezi zinto zililize+ niye kuThixo ophilayo,+ owenza izulu+ nomhlaba nolwandle nezinto zonke ezikuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share