Genesis 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+ 1 Kronike 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+— Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Mateyu 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’” Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
10 Intonga yobukhosi ayisayi kusuka kuYuda,+ nomsimelelo womyaleli phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo;+ zize zithobele yena izizwana.+
2 Kuba uYuda+ wazingqina ongamile phakathi kwabantakwabo, yaye yaphuma kuye inkokeli;+ kodwa ilungelo lobuzibulo laba lelikaYosefu+—
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
6 ‘Nawe, Bhetelehem+ yelizwe lakwaYuda, akusiso nakanye esona sixeko singabalulekanga phakathi kweerhuluneli zakwaYuda; kuba kuwe kuya kuphuma lowo ulawulayo,+ oya kwalusa+ abantu bam, amaSirayeli.’”
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+