IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 41:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Khangela! Ndikwenze isileyi sokubhula,+ isixhobo esitsha sokubhula esinamazinyo antlangothi-mbini. Uya kubhula iintaba uze uzityumze; neenduli uya kuzenza zibe njengomququ kanye.+

  • Zekariya 10:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye bamele babe njengamadoda anamandla+ anyathela eludakeni kwizitrato zedabi.+ Bamele babandakanyeke edabini, kuba uYehova unabo;+ nabakhweli bamahashe kuya kufuneka badane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share