Numeri 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+ Yoweli 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+
18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+
13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+