INdumiso 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+ INdumiso 74:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuya kude kube nini na, Thixo, utshaba luqhubeka lungcikiva?+Ngaba utshaba luya kuqhubeka luliphatha ngokungenantlonelo ngonaphakade igama lakho?+ INtshumayeli 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ubona kucinezelwa osweleyo, kuhluthwa nesigwebo+ ngogonyamelo nobulungisa kwiphondo, musa ukuthi manga+ yiloo nto, kuba ophakame ngakumbi+ kunalowo uphakamileyo ujongile,+ yaye kukho abo bangaphezulu kubo.
22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+
10 Kuya kude kube nini na, Thixo, utshaba luqhubeka lungcikiva?+Ngaba utshaba luya kuqhubeka luliphatha ngokungenantlonelo ngonaphakade igama lakho?+
8 Ukuba ubona kucinezelwa osweleyo, kuhluthwa nesigwebo+ ngogonyamelo nobulungisa kwiphondo, musa ukuthi manga+ yiloo nto, kuba ophakame ngakumbi+ kunalowo uphakamileyo ujongile,+ yaye kukho abo bangaphezulu kubo.