IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wanyula ke uMoses amadoda afanelekileyo kuSirayeli ephela waza wawanika izikhundla zokuba ziintloko phezu kwabantu,+ aba ziintloko zamawaka, iintloko zamakhulu, iintloko zamashumi ngamahlanu neentloko zamashumi.

  • 1 Samuweli 22:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula ke uSawule wathi kubakhonzi bakhe ababemi ngakuye: “Khanincede, niphulaphule, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uya kuninika nonke amasimi nezidiliya na?+ Ngaba nonke uya kunimisela nibe ziintloko zamawaka+ neentloko zamakhulu?

  • Daniyeli 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uNebhukadenetsare wathumela ukuba kuhlanganiswe amabamba, nabathetheli,+ neerhuluneli, nabacebisi, noonondyebo, nabagwebi, nabaqondisi-mthetho,+ nabo bonke abalawuli bamaphondo, beze ekusungulweni+ komfanekiso abewumisile uNebhukadenetsare ukumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share