Yeremiya 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “‘Xa kubuthwa, ndiya kubaphelisa,’ utsho uYehova.+ ‘Akuyi kubakho zidiliya emdiliyeni,+ kungabikho makhiwane emkhiwaneni, yaye ngokuqinisekileyo namahlamvu aya kubuna. Nezinto endibanika zona ziya kudlula kubo.’” Hoseya 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ndiza kuwuphanzisa umdiliya wakhe+ nomkhiwane wakhe,+ abesithi ngazo: “Zizipho kum, endiziphiwe zizithandwa zam”; yaye ndiza kuzimisa njengehlathi,+ zidliwe ngokuqinisekileyo ngamarhamncwa asendle.
13 “‘Xa kubuthwa, ndiya kubaphelisa,’ utsho uYehova.+ ‘Akuyi kubakho zidiliya emdiliyeni,+ kungabikho makhiwane emkhiwaneni, yaye ngokuqinisekileyo namahlamvu aya kubuna. Nezinto endibanika zona ziya kudlula kubo.’”
12 Yaye ndiza kuwuphanzisa umdiliya wakhe+ nomkhiwane wakhe,+ abesithi ngazo: “Zizipho kum, endiziphiwe zizithandwa zam”; yaye ndiza kuzimisa njengehlathi,+ zidliwe ngokuqinisekileyo ngamarhamncwa asendle.