Daniyeli 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+ Daniyeli 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko ke ndize kukuchazela izinto eziya kuhlela abantu bakowenu+ ekupheleni kwemihla,+ kuba lo mbono+ usengowemihla ezayo.”+ IZenzo 17:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+
19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+
14 Ngoko ke ndize kukuchazela izinto eziya kuhlela abantu bakowenu+ ekupheleni kwemihla,+ kuba lo mbono+ usengowemihla ezayo.”+
26 Yaye wazenza ngokuphuma kumntu+ omnye zonke iintlanga zabantu,+ ukuba zihlale phezu komhlaba uphela,+ waza wamisa amaxesha amisiweyo+ nemida emiselweyo yokuhlala kwabantu,+