Daniyeli 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+ Daniyeli 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Ke kaloku lo mbono uwutyhilelweyo malunga nokuhlwa nokusa, uyinyaniso.+ Uze uwugcine uyimfihlelo, kuba usengowemihla emininzi ezayo.”+ Daniyeli 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+
17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+
26 “Ke kaloku lo mbono uwutyhilelweyo malunga nokuhlwa nokusa, uyinyaniso.+ Uze uwugcine uyimfihlelo, kuba usengowemihla emininzi ezayo.”+
4 “Wena ke, Daniyeli, wagcine eyimfihlelo la mazwi, uyitywine incwadi leyo,+ kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baya kuphengulula, yaye ulwazi lokwenyaniso luya kuba luninzi.”+