IMizekeliso 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+ Yeremiya 51:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+
29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+
11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+