Eksodus 14:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waqhubeka ewatoncula amavili eenqwelo zawo, aziqhuba nzima;+ aza athi amaYiputa: “Masisabe ebusweni bukaSirayeli, kuba ngokuqinisekileyo uYehova uyawalwela kumaYiputa.”+ Eksodus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+
25 Waqhubeka ewatoncula amavili eenqwelo zawo, aziqhuba nzima;+ aza athi amaYiputa: “Masisabe ebusweni bukaSirayeli, kuba ngokuqinisekileyo uYehova uyawalwela kumaYiputa.”+
27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+