Eksodus 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko. Duteronomi 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nize ningaboyiki, ngokuba uYehova uThixo wenu Nguye onilwelayo.’+ 1 Samuweli 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yeha ke thina! Ngubani na oya kusisindisa esandleni salo Thixo uyingangamsha? Lo ngulo THIXO owabetha iYiputa ngalo lonke uhlobo lokubulala ngogonyamelo entlango.+
4 Ndoyiyeka ngokwenene ibe lukhuni intliziyo kaFaro,+ abasukele ngokuqinisekileyo ndize ndizukiseke ngoFaro nangomkhosi wakhe wamajoni wonke;+ azi ngokuqinisekileyo amaYiputa ukuba ndinguYehova.”+ Benza ke bona kanye njengoko.
8 Yeha ke thina! Ngubani na oya kusisindisa esandleni salo Thixo uyingangamsha? Lo ngulo THIXO owabetha iYiputa ngalo lonke uhlobo lokubulala ngogonyamelo entlango.+