Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Mateyu 13:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 UNyana womntu uya kuthumela iingelosi zakhe, ziqokelele zikhuphe ebukumkanini bakhe zonke izikhubekiso+ nabantu abenza okuchasene nomthetho,
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
41 UNyana womntu uya kuthumela iingelosi zakhe, ziqokelele zikhuphe ebukumkanini bakhe zonke izikhubekiso+ nabantu abenza okuchasene nomthetho,