Hoseya 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+
3 Kungenxa yoko le nto eli lizwe liya kuzila+ naye wonke ummi okulo eya kuphelelwa kunye namarhamncwa asendle nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini, kwaneentlanzi zaselwandle ziya kuhlanganiselwa ekufeni.+