Yeremiya 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndabona kungekho mntu wasemhlabeni, nezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini zazisabile zonke.+ Yeremiya 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yeentaba ndiya kuphakamisa ukulila nesijwili,+ nesimbonono ngenxa yamadlelo asentlango; kuba aya kube etshisiwe+ ukuze kungabikho mntu udlulayo kuwo yaye abantu okunene abayi kusiva isandi semfuyo.+ Izidalwa eziphaphazelayo zamazulu namarhamncwa ziya kube zisabile; ziya kube zimkile.+ Yeremiya 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.” Zefaniya 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.
10 Ngenxa yeentaba ndiya kuphakamisa ukulila nesijwili,+ nesimbonono ngenxa yamadlelo asentlango; kuba aya kube etshisiwe+ ukuze kungabikho mntu udlulayo kuwo yaye abantu okunene abayi kusiva isandi semfuyo.+ Izidalwa eziphaphazelayo zamazulu namarhamncwa ziya kube zisabile; ziya kube zimkile.+
4 Kuya kude kube nini na ilizwe libuna,+ notyani bonke basendle busoma?+ Ngenxa yobubi babo bahlala kulo izilo nezidalwa eziphaphazelayo zitshayelwe.+ Kuba bathe: “Akaliboni ikamva lethu.”
3 “Ndiya kuphelisa umntu wasemhlabeni nesilo.+ Ndiya kuphelisa isidalwa esiphaphazelayo samazulu neentlanzi zolwandle,+ nesikhubekiso kunye nabangendawo;+ kwaye ndiza kulunqumla uluntu phezu komhlaba,”+ utsho uYehova.