INdumiso 112:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+ IMizekeliso 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukoyika uYehova kukuqalisa kolwazi.+ Ubulumko nengqeqesho koko izidenge nje zikudelileyo.+ INtshumayeli 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu. IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda. Hebhere 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+
112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+
13 Ukuqosheliswa kombandela, emva kokuba yonk’ into iviwe, naku: Yoyika uTHIXO oyinyaniso+ uze ugcine imiyalelo yakhe.+ Kuba oku kuyimbopheleleko yomntu.
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
28 Ngoko ke, ekubeni siza kwamkela ubukumkani obungenakugungqiswa,+ masiqhubeke sinobubele obungasifanelanga, esinokuthi ngabo ngokwamkelekileyo sinikele inkonzo engcwele kuThixo sinoloyiko lobuthixo nentlonelo.+