INdumiso 37:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kusele ithutyana, angabikho ongendawo;+Uya kuyikhangela indawo yakhe, abe engekho.+ Isaya 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba kuseza kuba lithuba elincinane kakhulu—yaye isiqalekiso+ siya kufikelela esiphelweni, nomsindo wam, ekonakaleni kwabo.+ Hebhere 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke ibinzana elithi “Ndiza kuphinda” libonisa ukushenxiswa kwezinto ezigungqisiweyo njengezinto ezenziweyo,+ ukuze izinto ezingagungqiswanga zihlale.+
25 Kuba kuseza kuba lithuba elincinane kakhulu—yaye isiqalekiso+ siya kufikelela esiphelweni, nomsindo wam, ekonakaleni kwabo.+
27 Ke ibinzana elithi “Ndiza kuphinda” libonisa ukushenxiswa kwezinto ezigungqisiweyo njengezinto ezenziweyo,+ ukuze izinto ezingagungqiswanga zihlale.+