6 Nihlwayele imbewu eninzi, kodwa ingeniso incinane.+ Kuyadliwa, kodwa akukho kwaneliseka.+ Kuyaselwa, kodwa akufikwa kwinqanaba lokuyotywa. Kwambathwa iimpahla, kodwa akukho nabani na ofudumalayo; yaye lowo uziqeshisayo uziqeshisa ngengxowa enemingxuma.’”+