IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Abantu belo lizwe baqhubeka bezenza buthathaka+ izandla zabantu bakwaYuda bebatyhafisa neentliziyo ukuba bangakhi,+

  • Ezra 4:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke kaloku emva kokuba umbhalo okhutshelweyo woxwebhu olusemthethweni ka-Artashashta ukumkani ufundwe phambi kukaRehum+ noShimshayi+ umbhali nabalingane babo,+ bahamba ngokukhawuleza baya eYerusalem kumaYuda baza bawayekisa ngezigalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share