2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Daniyeli 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
12 Uwaphumezile ke amazwi akho owawathethayo nxamnye nathi+ nabagwebi bethu abasigwebayo,+ ngokusizisela intlekele enkulu eYerusalem,+ ekungazange kubekho injengayo phantsi kwamazulu ephela.