Numeri 33:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Yaye kothi kanye njengoko ndicinge ukwenza kubo ndenjenjalo nakuni.’”+ Duteronomi 28:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+ Yeremiya 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umsindo kaYehova awuyi kubuya ade awuphumeze,+ ade azenze zibe yinyaniso iingcinga zentliziyo yakhe.+ Ekupheleni kwemihla niya kukunikela ingqalelo yenu oko ngokuqonda.+
45 “Zoza ke ngokuqinisekileyo phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke,+ zikusukele, zikufumane ude ubhubhe,+ ngokuba ungaliphulaphulanga ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba uyigcine imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe akuyalele yona.+
20 Umsindo kaYehova awuyi kubuya ade awuphumeze,+ ade azenze zibe yinyaniso iingcinga zentliziyo yakhe.+ Ekupheleni kwemihla niya kukunikela ingqalelo yenu oko ngokuqonda.+