Isaya 65:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+ Hebhere 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+ ISityhilelo 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndabona kwanesixeko+ esingcwele, iYerusalem Entsha, sisihla siphuma ezulwini+ kuThixo yaye silungisiwe njengomtshakazi+ ehonjiselwe indoda yakhe.+
18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+
22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+
2 Ndabona kwanesixeko+ esingcwele, iYerusalem Entsha, sisihla siphuma ezulwini+ kuThixo yaye silungisiwe njengomtshakazi+ ehonjiselwe indoda yakhe.+