Mateyu 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+ Yohane 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Lowo unomtshakazi ngumyeni.+ Noko ke, umhlobo womyeni, xa emile aze amve, uba novuyo olukhulu ngenxa yelizwi lomyeni. Ngoko ke olu vuyo lwam luzalisiwe.+
15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+
29 Lowo unomtshakazi ngumyeni.+ Noko ke, umhlobo womyeni, xa emile aze amve, uba novuyo olukhulu ngenxa yelizwi lomyeni. Ngoko ke olu vuyo lwam luzalisiwe.+