Marko 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye!”+ Luka 9:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa nanjengoko wayesiza, idemon yamntlala emhlabeni yaza yamxhuzulisa ngamandla. Noko ke, uYesu wawukhalimela umoya ongahlambulukanga, wayiphilisa inkwenkwe waza wayinikela kuyise.+ Yuda 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+
42 Kodwa nanjengoko wayesiza, idemon yamntlala emhlabeni yaza yamxhuzulisa ngamandla. Noko ke, uYesu wawukhalimela umoya ongahlambulukanga, wayiphilisa inkwenkwe waza wayinikela kuyise.+
9 Kodwa xa uMikayeli+ isiphatha-zingelosi+ wayeneyantlukwano+ noMtyholi yaye ephikisana naye ngomzimba kaMoses,+ akazange abe nobuganga bokuzisa umgwebo nxamnye naye ngamazwi okutshabhisa,+ kodwa wathi: “Ngamana uYehova angakukhalimela.”+