IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 25:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Wandula ke uYakobi wamnika uEsawu isonka nesityu seentlumayo, wadla, wasela.+ Waza ke wasukuma, wahamba indlela yakhe. Ngoko uEsawu wabudela ubuzibulo.+

  • Genesis 27:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+

  • Hebhere 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 kungabikho mhenyuzi naye nabani na ongazixabisiyo izinto ezingcwele, njengoEsawu,+ owathi ngenxa yesidlo esinye wanikela ngamalungelo akhe obuzibulo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share