Marko 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kweza kuye nabaSadusi, abathi akukho luvuko, bambuza umbuzo:+ Luka 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Noko ke, bambi babaSadusi, abo bathi akukho luvuko, beza+ bambuza, IZenzo 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 becaphukile ngenxa yokuba babefundisa abantu yaye bevakalisa ngokucacileyo uvuko kwabafileyo ngoYesu;+ IZenzo 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba abaSadusi+ bathi akukho luvuko+ nangelosi namoya, kodwa abaFarisi bazivakalisa esidlangalaleni zonke.
2 becaphukile ngenxa yokuba babefundisa abantu yaye bevakalisa ngokucacileyo uvuko kwabafileyo ngoYesu;+
8 Kuba abaSadusi+ bathi akukho luvuko+ nangelosi namoya, kodwa abaFarisi bazivakalisa esidlangalaleni zonke.