Mateyu 22:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngaloo mini abaSadusi, abathi akukho luvuko, beza kuye baza bambuza+ besithi: Marko 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kweza kuye nabaSadusi, abathi akukho luvuko, bambuza umbuzo:+ IZenzo 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba abaSadusi+ bathi akukho luvuko+ nangelosi namoya, kodwa abaFarisi bazivakalisa esidlangalaleni zonke.
8 Kuba abaSadusi+ bathi akukho luvuko+ nangelosi namoya, kodwa abaFarisi bazivakalisa esidlangalaleni zonke.