Levitikus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova. Marko 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Owesibini ngulo, ‘Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.’+ Awukho omnye umyalelo omkhulu kunale.” Luka 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekuphenduleni wathi: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangamandla akho ephela nangengqondo yakho iphela,’+ nokuthi, ‘ummelwane wakho njengawe siqu.’”+ Kolose 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke, phezu kwazo zonke ezi zinto, yambathani uthando,+ kuba lungumxokelelwane ogqibeleleyo womanyano.+ Yakobi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle. 1 Petros 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.
31 Owesibini ngulo, ‘Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.’+ Awukho omnye umyalelo omkhulu kunale.”
27 Ekuphenduleni wathi: “‘Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela nangomphefumlo wakho uphela nangamandla akho ephela nangengqondo yakho iphela,’+ nokuthi, ‘ummelwane wakho njengawe siqu.’”+
14 Ke, phezu kwazo zonke ezi zinto, yambathani uthando,+ kuba lungumxokelelwane ogqibeleleyo womanyano.+
8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle.
22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+