IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.

  • Mateyu 22:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Owesibini, njengawo, ngulo, ‘Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.’+

  • Roma 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba uluhlu lwemithetho oluthi, “Uze ungakrexezi,+ Uze ungabulali,+ Uze ungebi,+ Uze ungakhanuki,”+ nawo nawuphi na omnye umyalelo okhoyo, ushwankathelwa ngeli lizwi, lokuba, “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.”+

  • Galati 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba uMthetho uphela uzalisekiswa+ lilizwi elinye, elileli: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.”+

  • Yakobi 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share