2 Wandula ke uYoshuwa unyana kaNun wathuma ngokufihlakeleyo amadoda amabini aseShitim+ njengeentlola, esithi: “Hambani, niye kukhangela ilizwe neYeriko.” Ngoko ke ahamba aza afika endlwini yebhinqa elingunongogo eligama lalo linguRahabhi,+ alalisa apho.