IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye esi sixeko simele sitshatyalaliswe;+ sona nayo yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ unongogo kuphela onokuqhubeka ephila, yena nabo bonke abakunye naye endlwini, ngenxa yokuba wabafihla abathunywa esabathumelayo.+

  • Mateyu 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 uSalmon wazala uBhohazi ngoRahabhi;+

      uBhohazi wazala uObhedi ngoRute;+

      uObhedi wazala uYese;+

  • Hebhere 11:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokholo uRahabhi+ ihenyukazi akazange abhangiswe kunye nabo bangathobeliyo, ngenxa yokuba wazamkela iintlola ngoxolo.+

  • Yakobi 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngokufanayo akazange na noRahabhi+ ihenyukazi avakaliswe elilungisa ngemisebenzi, emva kokuba wabamkela ngomoya wokubuk’ iindwendwe abathunywa waza wabakhupha ngandlela yimbi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share