IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+

  • IZenzo 7:59
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 59 Yaye baqhubeka bemgibisela ngamatye uStefano njengoko wayebongoza esithi: “Nkosi Yesu, wamkele umoya wam.”+

  • IZenzo 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wambulala uYakobi umntakwabo Yohane+ ngekrele.+

  • ISityhilelo 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngamnye wabo wanikwa umwunduzo omhlophe;+ baza baxelelwa ukuba basaya kuphumla ithuba elincinane, lide liphelele inani labazalwana babo abangamakhoboka angamadlelane abo, ababesele beza kubulawa+ nabo njengabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share