Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ IZenzo 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa uSawule, esabafuthela ngesisongelo nokubulala+ abafundi+ beNkosi, waya kumbingeleli omkhulu 2 Korinte 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
8 Kuba asifuni ningazi, bazalwana, ngembandezelo esaba nayo kwisithili saseAsiya,+ ukuba sasikwingcinezelo engaphaya kwamandla ethu, kangangokuba sasingaqinisekanga kwanangobomi bethu.+