IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Yaye uAron umele abeke izandla zakhe zozibini+ entlokweni yebhokhwe ephilileyo aze azivume+ phezu kwayo zonke iziphoso+ zoonyana bakaSirayeli nemvukelo yabo yonke ezonweni zabo zonke,+ azibeke phezu kwentloko leyo yebhokhwe,+ ayindulule iye entlango+ ngesandla sendoda elungiselelwe oko.+

  • Marko 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye ngoko nangoko umoya wamqhubela ukuba ahambe aye entlango.+

  • Luka 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku uYesu, ezele ngumoya oyingcwele, wemka eYordan, waza wajikeleza entlango eqhutywa ngumoya+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share