Hezekile 20:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kwaye ndiza kubacoca kuni abo bavukelayo nabanxaxhayo+ nxamnye nam, kuba ndiya kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abayi kuza kumhlaba wakwaSirayeli;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+
38 Kwaye ndiza kubacoca kuni abo bavukelayo nabanxaxhayo+ nxamnye nam, kuba ndiya kubakhupha kwilizwe abaphambukele kulo, kodwa abayi kuza kumhlaba wakwaSirayeli;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+