Mateyu 26:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu. Luka 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+ Luka 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ababingeleli abaziintloko nababhali babefuna indlela ephumelelayo yokuba bambhangise,+ kuba babesoyika abantu.+ Yohane 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 aza amsa kuqala kuAnas; kuba wayengumkhwe kaKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka.+ Yohane 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uAnas wamthumela ebotshiwe kuKayafa umbingeleli omkhulu.+
57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu.
2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+
2 Ababingeleli abaziintloko nababhali babefuna indlela ephumelelayo yokuba bambhangise,+ kuba babesoyika abantu.+