IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 21:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Kodwa, nangona babefuna ukumbamba, babesoyika izihlwele, ngenxa yokuba zazibambe ukuthi ungumprofeti.+

  • Mateyu 26:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baza baceba+ ukumbamba uYesu ngobuqhophololo, bambulale.

  • Marko 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kuba babesithi ngokuphindaphindiweyo: “Kungekhona emthendelekweni; mhlawumbi kusenokubakho isaqunge sabantu.”+

  • Luka 20:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ababhali nababingeleli abaziintloko ngoku bafuna ukumsa izandla kanye ngelo lixa, kodwa boyika abantu; kuba baqonda ukuba wawuthetha lo mzekeliso enabo engqondweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share