Mateyu 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ungasingenisi ekuhendweni,+ kodwa sihlangule kulowo ungendawo.’+ Luka 22:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 wathi kubo: “Kutheni nilele nje? Vukani niqhubeke nithandaza, ukuze ningangeni ekuhendweni.”+