Mateyu 26:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Hlalani nilindile+ yaye nithandaze+ ngokuqhubekayo, ukuze ningangeni ekuhendweni.+ Kambe ke, umoya unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+ Marko 14:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Madoda, hlalani nilindile yaye nithandaza,+ ukuze ningangeni ekuhendweni. Umoya, kambe ke, unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+ Luka 22:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Akufika kuloo ndawo wathi kubo: “Qhubekani nithandaza, ukuze ningangeni ekuhendweni.”+
41 Hlalani nilindile+ yaye nithandaze+ ngokuqhubekayo, ukuze ningangeni ekuhendweni.+ Kambe ke, umoya unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+
38 Madoda, hlalani nilindile yaye nithandaza,+ ukuze ningangeni ekuhendweni. Umoya, kambe ke, unentumekelelo, kodwa inyama ibuthathaka.”+