Luka 19:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+ Yohane 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.
47 Ngapha koko, waqhubeka efundisa mihla le etempileni. Kodwa ababingeleli abaziintloko nababhali nabo baziintloko ebantwini babefuna ukumtshabalalisa;+
20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.